Product Description
Isisombululo Sethu isiXhosa Ibanga 12 Incwadi Yomfundi Ebook
Format: Digital
Isisombululo sethu isiXhosa uLwimi lwaseKhaya iphuhliselwe ukuxhasa isiqulatho (ulwazi, imiba nezakhono zobuchule) esiqulethwe kwiNgxelo yeKharityhulamu yeSizwe (National Curriculum Statement - NCS), njengoko sicwangcisiwe kwiNkcazelo yePolisi yeKharityhulam nokuHlola (Curriculum and Assessment Policy Statement-CAPS) yesiXhosa Ulwimi Lwasekhaya. Isisombululo sethu isiXhosa uLwimi lwaseKhaya Incwadi Yomfundi icwangciselwe ukuxhasa ukufundisa nokufunda eklasini yeLwimi Lwasekhaya ngokunika zonke izifundo ezifanele ukufundiswa nokwenziwa eklasini kwisifundo ngasinye semizuzu ephakathi kwama30-120.
Kwisifundo ngasinye abafundi baya: Ukongeza, abafundi banikwe: Isisombululo sethu isiXhosa uLwimi lwaseKhaya Incwadi Yomfundi ixhaswa
Features:
-
kufumanisa asebekwazi ngesihloko
-
kufunda iinyaniso ezintsha ngesihloko
-
kuziqhelanisa ngokusebenzisa ulwazi olutsha, imiba nezakhono zobuchule abazifunde kwisifundo.
-
eminye imisebenzi enokonziwa ekhaya
-
imisebenzi eyongezelelweyo encedisana nomfundi ofumana ubunzima kunye
-
nalowo ofuna ukutyebisa ulwazi lwakhe.
-
isishwankathelo somsebenzi ubusenziwa. Singanomsebenzi weveki nganye nangaphezulu.
-
Isikhokelo Sikatitshala Esi sifundo sinako konke okudingwa ngutitshala nabafundi ukuze bachane isiXhosa kwibanga 12. Isisombululo sethu isiXhosa ulwimi Lwasekhaya: isisombululo esipheleleyo saseklasini!
For custom orders and quotes: shop@schoolspace.co.za
© 2026 Schoolspace. This product description is the exclusive intellectual property of the publisher, protected under copyright law. Unauthorized use, adaption, or copying is strictly prohibited.