Product Description
Intlungu kamaMkhwemte (isiXhosa Home Language Grade 8: Novel) ePDF (1-year licence)
Author: S Mazantsi
Format: eBook (ePDF)
UMaMkhwemte ngunontlalo-ntle ohlonitshiweyo ekuhlaleni ngenxa yemisebenzi yakhe. Unxulumano analo nabantu belali yakhe luyancomeka. Kodwa ke, njengaye nawuphina umzali, ugagana namahla-ndinyuka okukhulisa abantwana. UMaMkhwemte uzikhulisela oonyana abathathu kwakunye nentombi yomninawa yomyeni wakhe. Aba bantwana bakhe bangquzulana nezinto ezingumceli-mngeni ebomini babo.
Ingaba uMaMkhwemte uyamelana nezi ngxaki? Umfundi uza kushiyeka ethabathekile kwaye eshiyeka nomfanekisongqondweni yentlalo ephilwa ngabantu abakweli bali. This eBook is in ePDF format, which enables you to: View the entire book offline on desktop or tablet; Search for and highlight text; and Add and edit personal notes directly in your eBook.
For custom orders and quotes: shop@schoolspace.co.za
© 2026 Schoolspace. This product description is the exclusive intellectual property of the publisher, protected under copyright law. Unauthorized use, adaption, or copying is strictly prohibited.