CONTACT US


ENQUIRIES


OFFICE HOURS


Mon-Fri: 9am-4pm

isiXhosa Home Language Grade 8 Novel (Intlungu kamaMkhwemte)

Now: R137.70
Was: R153.00
(0) Write a Review
SKU:
ISBN 9780636144668
UPC:
9780636144668
Condition:
New
Availability:
Most titles ship within 3–10 working days if in stock. Non-stock items may take up to 4–8 weeks to import from overseas or reprint.
Shipping:
Calculated at Checkout

Product Description

isiXhosa Home Language Grade 8 Novel (Intlungu kamaMkhwemte)

Author: S Mazantsi

Format: Physical Hardcopy

UMaMkhwemte ngunontlalo-ntle ohlonitshiweyo ekuhlaleni ngenxa yemisebenzi yakhe. Unxulumano analo nabantu belali yakhe luyancomeka.

Kodwa ke, njengaye nawuphina umzali, ugagana namahla-ndinyuka okukhulisa abantwana. UMaMkhwemte uzikhulisela oonyana abathathu kwakunye nentombi yomninawa yomyeni wakhe.

Aba bantwana bakhe bangquzulana nezinto ezingumceli-mngeni ebomini babo. Ingaba uMaMkhwemte uyamelana nezi ngxaki?

Umfundi uza kushiyeka ethabathekile kwaye eshiyeka nomfanekisongqondweni yentlalo ephilwa ngabantu abakweli bali.


For custom orders and quotes: shop@schoolspace.co.za

© 2026 Schoolspace. This product description is the exclusive intellectual property of the publisher, protected under copyright law. Unauthorized use, adaption, or copying is strictly prohibited.

Other Details

Series:
MML Literature
Language:
isiXhosa
Publication Date:
31/10/2014
Recommended Age:
13–15
Related Formats:
eBook (ePDF) ISBN: 9780636169777
Subjects:
Language Arts & Disciplines, Educational, Educational: Second / Additional Language, Language: Reference & General