Oxford Bilingual School Dictionary IsiXhosa and English (paperback)
Brand-new, quick and easy to use, the Oxford Bilingual School Dictionary: isiXhosa and English gives real help to learners in speaking, reading and writing in an additional language.
Features:
- Amagama angundoqo asetyenziswa kwikharityhulam (kwiziBalo, kwiNzululwazi ngezeNtlalo, njl njl.) anika abafundi inkxaso ebalulekileyo, kwaye kusetyenziswa isiNgesi ukufunda ezinye izifundo / Key curriculum terms (from Maths, Social Sciences and other subjects) give vital support to learners using English to study other subjects
- Izivakalisi eziyimizekelo zincedisa abafundi ukuba bafumane kwaye basebenzise inguqulelo echanekileyo nto leyo uninzi lwabafundi luyisokolayo / Example sentences help learners find and use the right translation something that many learners struggle with
- Imiboniso ikuphembelela ngoko nangoko ukuqonda kubafundi / Illustrations boost learners’ understanding instantly
- Amabinzana akholelekayo ancedisa abafundi ekubeni bavakale betyibilika kwaye beziva bezithembile ngolwimi lwabo olongezelelweyo, kutsho kukhuthazeke nentabatho-nxaxheba yabo eklasini / Authentic phrases help learners to sound natural and feel confident in their additional language.