Product Description
Umsobomvu
Author: W. X. Yako
Format: Physical Hardcopy
Umsobomvu walatha imini entsha. Buyashenxa ubumnyama esizweni esiNtsundu, kungena izinto ezintsha.
Indalo iyabukeka. Umntu ulawula konke ebomini.
Umdali nguye owongamele zonke ezingabantu abathi banefuthe ebomini bombhali. Izinto ezichaphazela ubomi bethu jikelele.
EzakwaLizwi, nangentsomi yokumenywa kwezinja ukuba zibuyele ezindle.
For custom orders and quotes: shop@schoolspace.co.za
© 2026 Schoolspace. This product description is the exclusive intellectual property of the publisher, protected under copyright law. Unauthorized use, adaption, or copying is strictly prohibited.