Product Description
Too Small Themba (Xhosa) Noko Usemncinane Themba
Author: S.J. Boucher
Format: Physical Hardcopy
UThemba wayefuna into anokuyenza. Udade wabo nomntakwabo babengafuniukudlala naye, kwaye wayemncinci kakhulu ukuba angabanceda adlale nabo kuba bona babebadala kunaye.
Wakhwela phezulu emthini, waba sencotsheni yomthi omkhulu. Wathi ngokwenza njalo wazibona engoyena mntu mkhulu kakhulu elizweni kuba ngoku kwakulula kuye ukuyibona yonke idolophu.
Funda ke ufumanise ukuba walunceda njani na usapho lwakowabo ukulusindisa kwingxaki olwaphantsa lwaba kuyo.
For custom orders and quotes: shop@schoolspace.co.za
© 2026 Schoolspace. This product description is the exclusive intellectual property of the publisher, protected under copyright law. Unauthorized use, adaption, or copying is strictly prohibited.