Product Description
Sichumile isiXhosa Incwadi Yomfundi Ibanga 9
Authors: NT Nakani, NT Ngxingo
Format: Physical Hardcopy
Le ncwadi iqulunqwe ngolu hlobo: Zizonke ezi ncwadi zifumaneka ngolu hlobo: Sichumile lsiXhosa lncwadi Yomfundi lbanga 9 Sichumile lsiXhosa lncwadi Yokufunda lbanga 9 Sichumile lsiXhosa lncwadi Katitshala lbanga 9
Features:
-
Ukuze iwuvelele wonke umsebenzi ekufaneleke ukuba uwufunde kweli banga
-
lbhalwe ngolwimi olulula nolulandelekayo ukuze kube lula ukuba niziqonde izifundo nemisetyenzana ngokulula
-
lzifundo nemisetyenzana ekule ncwadi zonke zikhatshwa yimifanekiso nezicwangciso ezilungiselele ukuze uziqonde nangaphezulu
-
Kukho isichazi-magama esilungiswe sabekwa ekupheleni kwezifundo zesiqendu ngasinye nesilungiselelwe ukuze sinike inkcazelo yawo onke amagama anokuba nobunzima kwisiqendu eso
-
lbonakalisa unxibelelwano olucace ngokuthe gca phakathi kwencwadi yokufunda kunye nencwadi yabafundi
For custom orders and quotes: shop@schoolspace.co.za
© 2026 Schoolspace. This product description is the exclusive intellectual property of the publisher, protected under copyright law. Unauthorized use, adaption, or copying is strictly prohibited.