Product Description
Sichumile isiXhosa Ibanga 8 Incwadi Katitshala
Authors: M. J. Lekhehle, N. Lindani, Z. Mafanya, N. L. Sabelani, T. N. Saleni
Format: Physical Hardcopy
Le ncwadi katitshala iqulathe oku kulandelayo: Zizonke ezi ncwadi zifumaneka ngolu hlobo: Sichumile lsiXhosa lncwadi Yomfundi lbanga 8 Sichumile lsiXhosa lncwadi Yokufunda lbanga 8 Sichumile lsiXhosa lncwadi Katitshala lbanga 8
Features:
-
lzifikelele zonke iimfuno zofundo njengoko zicwangcisiwe kwiidotyhumenti ezimalunga nocwangciso lwe-CAPS kwisifundo ngasinye
-
lxhobisa utitshala kwinqanaba nenqanaba anganyathela kulo ukuze aphumelele kwiinjongo zakhe zokufundisa abafundi abaphumelelayo kwiklasi yakhe
-
lziqendu zenziwe ngohlobo olucace gca ukuze kube lula ukuyisebenzisa, kwaye okuthethwa kwiphepha nephepha kulula ukukulandela
-
lyamkhokela ngokukuko utitshala, kwaye inazo nezinye izinto ezithe kratya ezinokuba luncedo kuye
-
lkwancedisana notitshala ngokumnika zonke iimpendulo kwimisetyenzana neemvavanyo ezinikwe abafundi kwincwadi yabo
-
lyalubonakalisa unxibelelwano olwenzekileyo phakathi kwencwadi yomfundi, incwadi yokufunda nencwad i katitshala
For custom orders and quotes: shop@schoolspace.co.za
© 2026 Schoolspace. This product description is the exclusive intellectual property of the publisher, protected under copyright law. Unauthorized use, adaption, or copying is strictly prohibited.