Product Description
Oxford Ukhanyo IBanga 3 INcwadi eNkulu yoku-1 (CAPS)
Format: Physical Hardcopy
IOxford Ukhanyo yincwadi yoLwimi IwaseKhanya egqibeleleyo elungele iklasi yesiXhosa. Inazo zonke iikhomponenti ozifunayo ukugcina abafundi bakho besemdleni unyaka wonke.
Ibonelela zonke iindidi zabafundi eklasini. Ukhanyo lubonelela abafundi nootitshala ngomxholo ophuhlisa izakhono ezahlukeneyo nemisebenzi enika abafundi ithuba lokuziqhelanisa nemiba yolwimi.
IsiKhokelo sikaTitshala esisebenziseka lula sinezifundo nemisebenzi yokuhlola eqinisekisa ukuba umsebenzi ugqitywa ngexesha elifanelekileyo. Ngokwenkcubeko ityebile kwaye kulula ukuyisebenzisa.
Ukubhalwa kwayo ngokweemfuno zeCAPS kuyenza ibe yeyona ikhethwayo ngootitshala boLwimi IwaseKhaya.
For custom orders and quotes: shop@schoolspace.co.za
© 2026 Schoolspace. This product description is the exclusive intellectual property of SA School and Office Supplies (Pty) Ltd, protected under copyright law. Unauthorized use, adaption, or copying is strictly prohibited.