Product Description
Oxford Thetha Grade 3 Reader 2: UMpuku namaxesha onyaka namanye amabali (Mouse and the seasons and other stories)
Format: Physical Hardcopy
This series is designed to support learners whose access to IsiXhosa is limited. The course sets high standards to ensure growing confidence in learning IsiXhosa.
The stories in this Reader are: Bathenge ntoni edolophini? Utata namakhwenkwe baye edolophini.
Funda uve ukuba bathenge ntoni edolophini. Dad and the boys went to town.
Read and find out what they bought in town. UMimi esikolweni Wenza ntoni esikolweni?
Funda uve ngosuku lukaMimi esikolweni. What do you do at school?
Read and find out about Mimi’s day at school. USinethemba eThekwini Ngeyiphi indawo ongathanda ukuyindwendwela?
USinethemba undwendwele eThekwini kwaye imozulu ishushu. Funda uve ukuba wenza ntoni uSinethemba eThekwini.
Which place would you like to visit? Sinethemba is visiting Durban and the weather is hot.
Read about what Sinethemba does in Durban. UMpuku namaxesha onyaka Ngeliphi ixesha lonyaka olithanda kakhulu?
Wenza ntoni ngelo xesha lonyaka? Funda uve ukuba leliphi ixesha lonyaka uMpuku alithanda kakhulu.
Which is your best season? What do you do in that season?
Read and find out which is Mouse’s best season”
For custom orders and quotes: shop@schoolspace.co.za
© 2026 Schoolspace. This product description is the exclusive intellectual property of SA School and Office Supplies (Pty) Ltd, protected under copyright law. Unauthorized use, adaption, or copying is strictly prohibited.