CONTACT US


ENQUIRIES


OFFICE HOURS


Mon-Fri: 9am-4pm

Lindakhil'ilizwi Lakho

R72.85
In stock
(0) Write a Review
SKU:
ISBN 9781920605902
UPC:
9781920605902
Condition:
New
Availability:
Most titles ship within 3–10 working days if in stock. Non-stock items may take up to 4–8 weeks to import from overseas or reprint.
Shipping:
Calculated at Checkout

Product Description

Lindakhil'ilizwi Lakho

Author: M. Mdliva

Format: Physical Hardcopy

Le yinovelana enebali elibonisa ukuba umntwana nokuba uselula, uba nazo iimfuno zakhe. Ezinye zazo ziye zibe ngaphaya kwamandla abazali , kuba bengenazo iintsiba ezaneleyo.

Kule noveli loo meko izamile ukubuphazamisa ubudlelwane phakathi komntwana nomzali. Ukubonisa ubuzali obugqibeleleyo amaxesha amaninzi abazali baye baphumelele ukuyinyamezela le meko.

Okuhle ke kweli bali kukuba umntwana onguNonceba wade wakubonakalisa ukuba uyayihlonipha imizamo kanina yokumkhulisa. Kweli bali kukwabonakaliswa amandla othando athi enze ukuba umzali ngamnye akwazi ukunyamezelana nomntwana wakhe.

Kukwabonakalisiwe ukuba amandla othando noxolo ayakwazi ukoyisa nayiphi na inzima okanye umngeni ebomini esibuphilayo.


For custom orders and quotes: shop@schoolspace.co.za

© 2026 Schoolspace. This product description is the exclusive intellectual property of the publisher, protected under copyright law. Unauthorized use, adaption, or copying is strictly prohibited.

Other Details

Authors:
M. Mdliva
Publisher Title:
Lindakhil'ilizwi Lakho
Publisher:
Shuter & Shooter
Format:
Physical Hardcopy