Product Description
isiXhosa Ngumdiliya Ibanga 3 Incwadi Yabafundi
Format: Physical Hardcopy
lincwadi zoluhlu luka-lsiXhosa Ngumdili?a luluhlu lweencwadi zesiXhosa zamabanga asezantsi. zisuka kwibanga loku-1 uku?a kwelesi-3. Luphinda luvele kwakhona olu luhlu pha?a kumabanga angasentla. ibanga lesi-l uku?a kwelesi-6, ?alo-?alo.
Ezi ncwadi zibhalwe zasekwa n9okom9aqo omtsha we-CAPS nokhutshwe kutsha ?e liSebe lezeMfundo kweli lizwe. Kwibanga loku-1 uku?a kwelesi-3. zineencwadana zokufunda ezi-5. incwadi ?abafundi. incwadi ?okusebenzela. nencwadi katitshala ehamba nomgodlo wezixhobo zokufundisa zikatitshala.
Ezi ncwadi zibhalwe ngoomakhwekhwetha bootitshala kufundo lolwimi kula mabanga.
For custom orders and quotes: shop@schoolspace.co.za
© 2026 Schoolspace. This product description is the exclusive intellectual property of the publisher, protected under copyright law. Unauthorized use, adaption, or copying is strictly prohibited.