CONTACT US


ENQUIRIES


OFFICE HOURS


Mon-Fri: 9am-4pm

Inzala YamaRhamba Gr 12 FAL (CAPS Approved)

Now: R72.90
Was: R81.00
(0) Write a Review
SKU:
ISBN 9780636179349
UPC:
9780636179349
Condition:
New
Availability:
Most titles ship within 3–10 working days if in stock. Non-stock items may take up to 4–8 weeks to import from overseas or reprint.
Shipping:
Calculated at Checkout

Product Description

Inzala YamaRhamba Gr 12 FAL (CAPS Approved)

Author: Mlokoti

Format: Physical Hardcopy

Eli libali elilungiselelwe umdlalo weqonga. Usomashishini oselula nodumileyo okwidolophu yaseNgcobo unoshishino oluxube nokulukuhlwa kwabantwana abangamantombazana aselula, uwafundisa ukusebenzisa iziyobisi, aze kamva awaxhaphaze ngokwesini, andule ke ukuwafaka kushishino lwakhe lokuthengisa ngemizimba.

Kumaxhoba singabalula intwazana entle kakhulu, eselula kwaye ekrele-krele ibikhula kwaye ibonisa inkangeleko elandelwa koko kufunwa yintliziyo yayo. Le ntwazana igqibele ngokuba neengcwangu, umsindo, inzondo nentiyo engummangaliso kwaye iqinisekile ngokuziphindezela.

Kazi yozala nkomoni na le ntiyo? Masizivele!

The story is about a young school girl who disobeys her parents and dates a cruel businessman who is engaged in illegal activities. The businessman dismisses the girl and she moves to Cape Town with a broken heart.

She becomes the warder at a prison and this is where she starts to have a feeling of revenge.


For custom orders and quotes: shop@schoolspace.co.za

© 2026 Schoolspace. This product description is the exclusive intellectual property of the publisher, protected under copyright law. Unauthorized use, adaption, or copying is strictly prohibited.

Other Details

Series:
MML Literature
Language:
isiXhosa
Publication Date:
30/09/2016
Recommended Age:
17–19
Related Formats:
eBook (ePub) ISBN: 9780636204096
Subjects:
Language Arts & Disciplines, Children's Fiction, Educational, Educational: Second / Additional Language, Language: Reference & General