CONTACT US


ENQUIRIES


OFFICE HOURS


Mon-Fri: 9am-4pm

Imfundo Aygugelwa

R72.85
In stock
(0) Write a Review
SKU:
ISBN 9781920605940
UPC:
9781920605940
Condition:
New
Availability:
Most titles ship within 3–10 working days if in stock. Non-stock items may take up to 4–8 weeks to import from overseas or reprint.
Shipping:
Calculated at Checkout

Product Description

Imfundo Aygugelwa

Author: N.Bokoloshe

Format: Physical Hardcopy

Le yinovelana enjongo yayo ikukubonisa ukubaluleka kwemfundo kubomi esibuphilayo bale mihla. Umxholo webali elikule noveli ujolise ekuphuhliseni ukuba imfundo ayigugelwa, nokuba abanye abantu sele bekubona ungathi umdala kangakanani na, izikolo zona ziya kuhlala zivuliwe kuye wonke umntu, ngokweendidi ngeendidi zazo, ukuze bonke abo banalo ithuba, baqhubeke bafunde.

Zonke izinto eziqhubeka kweli bali lale noveli zizinto esiphila phakathi kwazo imihla ngemihla. Le ncwadi ivela nenkuthazo ekugqibeleni, kuye wonke umntu onenjongo nonebhongo ngobomi bakhe.


For custom orders and quotes: shop@schoolspace.co.za

© 2026 Schoolspace. This product description is the exclusive intellectual property of the publisher, protected under copyright law. Unauthorized use, adaption, or copying is strictly prohibited.

Other Details

Authors:
N.Bokoloshe
Publisher Title:
Imfundo Aygugelwa
Publisher:
Shuter & Shooter
Format:
Physical Hardcopy