Product Description
Ibali Likanomsa
Author: D. Servant
Format: Physical Hardcopy
UNomsa nomnakwabo abanabazali, ke ngoko banyanzelekile ukuba bahlale noyisekazi noninomkhulu. Abonwabanga kuba uMomkhulu Zanele ukhohlakele kakhulu.
UNomsa ufunda ukwenza izinto ngamaso. Kungenxa yamaso akhe nangenxa yobuhlobo notitshalakazi wakhe athe wakwazi ukwenza inguqulelo enkulu ebomini babo.
Nomusa and her younger brother are orphans and are forced through circumstances to stay with their uncle and aunt. Their aunt, Zanele is cruel and makes life unhappy for them.
For custom orders and quotes: shop@schoolspace.co.za
© 2026 Schoolspace. This product description is the exclusive intellectual property of the publisher, protected under copyright law. Unauthorized use, adaption, or copying is strictly prohibited.