Product Description
Hola Grade 3 AmaNqaku kaTitshala Stage 3
Format: Physical Hardcopy
UHola! Masifunde luluhlu lokuqala lweeNcwadi zokuFunda zoLwimi lweNkobe lwesiXhosa.
Olu luhlu luquka amabali anika umdla, anika abafundi ithuba, umxholo oyinyani, kwaye alungiselelwe abafundi abakumanqanaba ahlukeneyo okufunda kumagumbi okufundela. IiNcwadi zokuFunda zikaHola zingumxube wamabali, iintsomi, aphonononga nomxholo oyinyani okanye abonisa ilizwe abantwana abaphila kulo.
Imifanekiso emihle nengqamene neminyaka yabantwana ayibukeki nje kuphela kodwa ixhasa isicatshulwa kwaye incedise abafundi ekufundeni. UHola!
Masifunde uyimfuneko kwaye unika iNkqubo yokuFunda yesiGaba sesiSeko equlathe okufunekayo. Uyafumaneka ukuqala kwiBanga R ukuya kwelesi-3 kwaye uqulathe ezi zinto zilandelayo.
For custom orders and quotes: shop@schoolspace.co.za
© 2026 Schoolspace. This product description is the exclusive intellectual property of SA School and Office Supplies (Pty) Ltd, protected under copyright law. Unauthorized use, adaption, or copying is strictly prohibited.