Product Description
Hlamban'amehlo
Author: S. Kula
Format: Physical Hardcopy
Incwadi u ‘Hlamban’ amehlo’ yincwadi yamabalana amafutshane anomdla kuba axoxa ngezinto ezikhe zabachaphazela abantu abaninzi. Ezinye zazo zibuhlungu, kanti ezinye zimnandi.
La mabali aqulunqwe ngobuchule obenza achukumiseke lowo uwafundayo, njengoko umfundi efumanisa ukuba ngamabali axoxa ngezinto akhe wadibana nazo naye ebomini. Some of these stories are lovely, others are sad.They delve into human experiences that are common to us all.
For custom orders and quotes: shop@schoolspace.co.za
© 2026 Schoolspace. This product description is the exclusive intellectual property of the publisher, protected under copyright law. Unauthorized use, adaption, or copying is strictly prohibited.