Product Description
Cub Reading Scheme (Xhosa) Level 3 Book 3: Ulonwabo Lwenkawu
Format: Physical Hardcopy
Iincwadi zoluhlu lwakwa-CUB ziincwadi zokufunda ezicwangciswe ngobunono, nezifaka uthando lokufunda kubafundi bamaBanga aphantsi. Yenziwe yalungiselelwa abafundi be-Afrika esezantsi abasebancinci zilungiswe ngababhali baseMzantsi Afrika.
Inezi zinto zilandelayo:
Features:
-
12 Amabakala Okufunda aneencwadi zokufunda kwibakala ngalinye
-
3 Incwadana zemisetyenzana, inye kwiBanga ngalinye
-
3 Incwadi zokucebisana notitshala, inye kwibanga ngalinye
-
Incwadi EZINKULU ezine
For custom orders and quotes: shop@schoolspace.co.za
© 2026 Schoolspace. This product description is the exclusive intellectual property of the publisher, protected under copyright law. Unauthorized use, adaption, or copying is strictly prohibited.